Uzakariya 3:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku wandibonisa umbingeleli omkhulu uYoshuwa emi phambi kwesithunywa *sikaNdikhoyo; yena uSathana emi ngasekunene kwakhe eza kummangalela.

Uzakariya 3

Uzakariya 3:1-9