Uzakariya 2:4 Ibhayibhile (XHO96)

sathi kuso: “Sukelisa, uthethe nalaa mfana, uthi: ‘IJerusalem iza kuba sisixeko esingabiyelwanga, kuba yoba nabantu abaninzi gqitha ndawonye nempahla yabo.

Uzakariya 2

Uzakariya 2:1-5