Uzakariya 2:11 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaloo mini izizwe ezininzi ziya kubandakanywa noNdikhoyo, zibe ngabantu bam. Ndiya kuhlala phakathi kwenu, nani nitsho niqonde ukuba nguNdikhoyo onamandla onke ondithumileyo.

Uzakariya 2

Uzakariya 2:1-13