Uzakariya 14:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiya kuzihlanganisa izizwe zonke zize kulwa neJerusalem. Isixeko siya kuthinjwa, imizi ikhuthuzwe, abafazi badlwengulwe. Isiqingatha sabemi besixeko siya kuthinjwa, baze abantu abaseleyo bayekwe apho esixekweni.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:1-5