Uzakariya 14:18 Ibhayibhile (XHO96)

Nesizwe samaJiputa xa sithe sala ukuya, naso asiyi kuyifumana imvula – naso siya kuhlelwa sisibetho esihlela izizwe ezingavumiyo ukuya kubhiyozela itheko lamaphempe.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:11-21