Uzakariya 14:12 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo uya kuzihlisela isibetho zonke izizwe ezilwe neJerusalem. Imizimba yabo iya konakala ibole lo gama besemi ngeenyawo zabo, ngokunjalo namehlo abo emakrolomeni, neelwimi zabo emilonyeni.

Uzakariya 14

Uzakariya 14:10-14