Uzakariya 13:9 Ibhayibhile (XHO96)

Isinye esithathwini ke esomna ndosifaka emlilweni,ukuze sihlambuluke sibe nyuluoku kwesiliva evavanyiweyo,nditsho oku kwegolide enyibilikisiweyo.Baya kulibiza igama lam,ndize mna ndibaphendule.Ndiya kuthi: ‘Bangabantu bam.’Bona bathi: ‘UNdikhoyo nguThixo wethu.’ ”

Uzakariya 13

Uzakariya 13:6-9