Uzakariya 11:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ndawalusa umhlambi oza kuxhelwa, ingakumbi ke lowa wawuphatheke kakubi. Ndathatha iinduku zambini, enye yazo ndathi nguThandekile, eyesibini ndathi nguManyano, ndawalusa ngazo umhlambi.

Uzakariya 11

Uzakariya 11:1-12