Uzakariya 11:3 Ibhayibhile (XHO96)

Khawuve, nâso isimbonono sabelusi;loo madlelo angayiwayo atshabalele.Yiva, nanko umgqumo weengonyama ezintsha;intshinyela yamatyholo aseJordan ibharhile.

Uzakariya 11

Uzakariya 11:1-12