Uzakariya 10:7 Ibhayibhile (XHO96)

AmaEfrayim osuka abe ngamagorha;zosuka zichwayite iintliziyo zabo,ngathi' arhabule iwayini.Abantwana bawo baya kubona bavuye,ichwayite intliziyo yabo nguNdikhoyo.

Uzakariya 10

Uzakariya 10:1-12