Uzakariya 10:5 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke ke boba ngamagorha,utshaba balunyhashe ezitalatweni ezinodaka.Baya kulwa ngobukroti, kuba uNdikhoyo ungakubo,bawatsho adane amajoni akhwele amahashe.

Uzakariya 10

Uzakariya 10:1-9