Uzakariya 1:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ndasuka ndaba nombono ebusuku: Phambi kwam ndabona umfo ekhwele ihashe elibomvu. Wayemi engxingweni phakathi kwemithi yemetile. Emva kwakhe kwakukho amanye amahashe, abomvu, amfusa, namhlophe.

Uzakariya 1

Uzakariya 1:1-12