Uzakariya 1:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke isithunywa sikaNdikhoyo sathi: “Ndikhoyo onamandla onke, koda kube nini ungenaluvelwano neJerusalem needolophu zakwaJuda owaziqumbelayo le minyaka ingamashumi asixhenxe?”

Uzakariya 1

Uzakariya 1:11-19