Uyoshuwa 9:6 Ibhayibhile (XHO96)

Zenyuka zaya esikhululweni eGiligali, zafika zathi kuYoshuwa namaSirayeli: “Singabantu abavela kwilizwe elikude. Size kucela kuni imvisiswano yokuhlalisana ngoxolo.”

Uyoshuwa 9

Uyoshuwa 9:1-14