Uyoshuwa 9:24 Ibhayibhile (XHO96)

Bathi ukuphendula bona: “Mhlekazi, sibangwe kukuva ukuba kuyinyani ukuba uNdikhoyo uThixo wenu wayalela uMosis ukuba wonke lo mhlaba makawunike nina, batshabalalise bonke abemi bawo, ke ngoko sasoyikela nobomi bethu.

Uyoshuwa 9

Uyoshuwa 9:17-27