Uyoshuwa 9:22 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshuwa wathi mabeziswe kuye abantu baseGibheyon, wabhekisa kubo wathi: “Nisikhohlisele ntoni nisithi nivela kude nje, kanti nihlala kufuphi?

Uyoshuwa 9

Uyoshuwa 9:14-27