Uyoshuwa 9:17 Ibhayibhile (XHO96)

Anduluka ke amaSirayeli, athi emva kweentsuku ezintathu agaleleka apho kwakuhlala khona loo madoda. Izixeko zawo yayiyiGibheyon, iKefira, iBheroti, kunye neKiriyati-yarim.

Uyoshuwa 9

Uyoshuwa 9:9-20