Uyoshuwa 9:10 Ibhayibhile (XHO96)

kwakunye nakwenze kwiikumkani ezimbini zama-Amori ngaphesheya kweJordan, kukumkani uSihon waseHeshbhon kunye nokumkani uOgi waseBhashan owayemi eAshtoreti.

Uyoshuwa 9

Uyoshuwa 9:5-17