Uyoshuwa 8:9 Ibhayibhile (XHO96)

Wawandulula ke loo madoda uYoshuwa, ahamba aya kulinda ezimele ngasentshonalanga yeAyi, phakathi kweAyi neBhetele. Yena uYoshuwa wasala apho babekhulule khona ngobo busuku.

Uyoshuwa 8

Uyoshuwa 8:1-16