Uyoshuwa 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshuwa kunye namadoda amakhulu bazikrazula izambatho zabo, bazikhahlela phantsi ngaphambi kwetyesi yomnqophiso kaNdikhoyo, bahlala benjenjalo kwada kwahlwa. Babezigalele nangothuli entloko, bebonakalisa intlungu ababenayo.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:1-8