Uyoshuwa 7:5 Ibhayibhile (XHO96)

Amadoda aseAyi awajika emasangweni edolophu loo madoda, awaleqa ewahlisa induli ukuya kutsho ezixhotyeni, abulala amashumi amathathu anantandathu. AmaSirayeli atyhafa, ankwantya kukoyika.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:1-11