Uyoshuwa 7:3 Ibhayibhile (XHO96)

abuya athi kuYoshuwa: “Akukho mfuneko yakusa wonke umkhosi eAyi. Makuye nokuba ngamawaka amabini okanye amathathu amadoda. Noko abantu baseAyi bambalwa.”

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:1-4