Uyoshuwa 7:25 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi uYoshuwa: “Kutheni usifake enkathazweni nje? Nawe ke ngoku uNdikhoyo uza kukuhlisela inkathazo.” Umntu wonke wamxuluba ngamatye uAkana. Nosapho lwakhe nalo baluxuluba ngamatye, balutshisa kunye nako konke okwakhe.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:24-26