Uyoshuwa 7:12 Ibhayibhile (XHO96)

Yiyo ke loo nto engenakumelana notshaba nje amaSirayeli. Ebaleka nje kungenxa yokuba nawo emelwe kukutshabalala! Andikubuya ndibe phakathi kwenu nide nibe nizitshabalalisile izinto ebekufuneka zitshatyalaliswe.

Uyoshuwa 7

Uyoshuwa 7:5-21