Uyoshuwa 6:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa uYoshuwa wabasindisa ooRahabhi nabantu bakowabo, yaye uRahabhi usekho kwaSirayeli unanamhla, kuba wafihla iintlola ezazithunyelwe eJeriko nguYoshuwa.

Uyoshuwa 6

Uyoshuwa 6:16-27