Uyoshuwa 6:23 Ibhayibhile (XHO96)

Aya ke, abuya naye uRahabhi, kunye noyise, nonina, nabantakwabo, kunye nabo bonke abantu bakowabo. Bathatha wonke loo mzi uphela, babahlalisa ngakwisikhululo samaSirayeli.

Uyoshuwa 6

Uyoshuwa 6:18-25