Uyoshuwa 6:21 Ibhayibhile (XHO96)

Asenza umnikelo kuNdikhoyo isixeko, afaka ikrele umntu wonke, abulala amadoda nabafazi, abatsha nabadala. Abulala iinkomo, iigusha, kunye needonki.

Uyoshuwa 6

Uyoshuwa 6:20-26