Uyoshuwa 5:9 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wathi kuYoshuwa: “Namhlanje ndilisusile kuni ihlazo lokuba ngamakhoboka aseJiputa.” Yiyo ke loo nto loo ndawo kwathiwa ukubizwa kwayo yiGiligali, igama esabizwa ngalo.

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:1-12