Uyoshuwa 5:7 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana uNdikhoyo awabakhulisa endaweni yooyise ngabo aba awabalusayo ngoku uYoshuwa, kuba kaloku babengazange boluka.

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:2-10