Uyoshuwa 5:14 Ibhayibhile (XHO96)

“Nakanye, ndikho nje mna ndiyingqwayi-ngqwayi yomkhosi *kaNdikhoyo,” utshilo lo mfo.Wazikhahlela phantsi uYoshuwa, wathi: “Mhlekazi, mna ke ndisisicaka sakho; ufuna ndenze ntoni?”

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:9-15