Uyoshuwa 5:13 Ibhayibhile (XHO96)

Xa wayeselapho ngaseJeriko uYoshuwa, wagagana nomfo ophethe ikrele. Waya kuye uYoshuwa, wafika wathi: “Ngaba ungakuthi, okanye ulutshaba?”

Uyoshuwa 5

Uyoshuwa 5:7-15