Uyoshuwa 4:3 Ibhayibhile (XHO96)

Yithi makathathe ishumi elinambini lamatye kulaa ndawo bekume zinzi kuyo ababingeleli esazulwini seJordan, awathwale loo matye, aze awabeke apho kuya kuba kukhululwe khona ngokuhlwa namhlanje.”

Uyoshuwa 4

Uyoshuwa 4:1-10