Uyoshuwa 4:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu wawanqumamisa amanzi eJordan, khon' ukuze niwele umlambo womile, kanye ngalaa ndlela womisa ngayo amanzi oLwandle oluBomvu khon' ukuze siwele.

Uyoshuwa 4

Uyoshuwa 4:15-24