Uyoshuwa 4:12 Ibhayibhile (XHO96)

Amadoda esizwe sakwaRubhen nesakwaGadi, kunye nenxalenye yesizwe sakwaManase, awela kuqala kunabo bonke abantu, exhobile, njengoko wayetshilo kuwo uMosis.

Uyoshuwa 4

Uyoshuwa 4:9-19