Uyoshuwa 3:4 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku niza kuhamba ngendlela eningazange niyihambe ngaphambili; kuya kufuneka ke nilandele ababingeleli. Kodwa kufuneka ningasondeli kwityesi yomnqophiso. Ze kubekho umgama omalunga nekhilomitha enye phakathi kwayo nani.”

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:3-6