Uyoshuwa 3:16 Ibhayibhile (XHO96)

ema amanzi avela ngentla, ahlanganiselana ada aya kutsho eAdam, idolophu emelene neZaretan. Amanzi ahlayo ukusinga kuLwandle oluFileyo anqamka, baza ke abantu bawelela kufuphi neJeriko.

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:13-17