Uyoshuwa 3:10 Ibhayibhile (XHO96)

Noqonda ngale nto ukuba uThixo ophilayo ukho phakathi kwenu: nguye oya kuwaswantsulisa amaKanana, amaHeti, amaHivi, amaPerezi namaGirgashi, ama-Amori kunye namaJebhusi.

Uyoshuwa 3

Uyoshuwa 3:7-17