Uyoshuwa 24:19 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshuwa wathetha namaSirayeli wenjenje: “Aninako ukumkhonza uNdikhoyo. UNdikhoyo nguThixo owahlukileyo; unguThixo onekhwele. Akasayi kukuxolela ukumvukela kwenu nokumona kwenu,

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:9-25