Uyoshuwa 24:11 Ibhayibhile (XHO96)

Nawela iJordan, naya eJeriko. Abemi balapho balwa nani, njengoko enjenjalo ama-Amori, namaPerezi, namaKanana, amaHiti, amaGirgashi, amaHivi, namaJebhusi, kodwa ndabanikela ezandleni zenu.

Uyoshuwa 24

Uyoshuwa 24:10-15