Uyoshuwa 23:7 Ibhayibhile (XHO96)

Nize ningazibandakanyi naba bantu basaseleyo apha, ningabizi namagama *oothixo babo, okanye nisebenzise amagama oothixo babo xa nifunga, ningabanquli abo thixo nikhahlele kubo.

Uyoshuwa 23

Uyoshuwa 23:1-9