Uyoshuwa 22:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoku ke uNdikhoyo uThixo wenu uwaphumzile amawenu, njengoko wathembisayo. Ke ngoko godukani niye kumhlaba ongowenu ongakwicala elingasempumalanga yeJordan, lowo nawunikwa nguMosis isicaka sikaNdikhoyo.

Uyoshuwa 22

Uyoshuwa 22:1-5