Uyoshuwa 22:34 Ibhayibhile (XHO96)

Baza ke abantu bakwaRubhen nakwaGadi balibiza elo qonga ngokuthi: “Lingqina kuthi sonke ukuba uNdikhoyo unguThixo.” Baza ke bathi ukulibiza liNgqina.

Uyoshuwa 22

Uyoshuwa 22:24-34