Uyoshuwa 22:31 Ibhayibhile (XHO96)

Umbingeleli uPineyasi, unyana kaElazare, wathi kuwo: “Ngoku siyazi ukuba uNdikhoyo uphakathi kwethu; animvukelanga. Ngoko ke amaSirayeli ephela asindile kumsindo wakhe.”

Uyoshuwa 22

Uyoshuwa 22:25-34