Uyoshuwa 22:28 Ibhayibhile (XHO96)

Thina besiba abantwana bethu babeya kuthi xa ithe yehla into enjalo: ‘Naliya iqonga elifana nqwa neliya likaNdikhoyo lakhiwa ngoobawo. Ewe kambe, asililo lamadini neminikelo, lona lilingqina kumawethu nakumawenu.’

Uyoshuwa 22

Uyoshuwa 22:24-34