Uyoshuwa 21:9-10 Ibhayibhile (XHO96)

Nazi ke izixeko ezabelwa abazukulwana baka-Aron, inzala kaLevi, bendlu kaKohati, ezazikummandla kaJuda noSimon: iqashiso laphumela bona kuqala,

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:4-13