Uyoshuwa 21:44 Ibhayibhile (XHO96)

Wezisa uxolo kulo lonke elo zwe uNdikhoyo, njengoko wabathembisayo ngesifungo ookhokho babo. Iintshaba zawo zonke zange zibe nakumelana nawo amaSirayeli kuba uNdikhoyo wayezinikela ezandleni zawo iintshaba zawo.

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:33-45