Uyoshuwa 21:41-42 Ibhayibhile (XHO96)

AbaLevi babelwa izixeko ezingamashumi mane anesibhozo zizonke kummandla wamaSirayeli. Zonke ezo zixeko ngazinye zazinamadlelo azo.

Uyoshuwa 21

Uyoshuwa 21:39-45