Uyoshuwa 21:28-30 Ibhayibhile (XHO96) Kummandla wakwaIsakare babelwa izixeko ezine: iKishiyon, iDabherati, iYamuti, ne-En-ganim kunye namadlelo azo.