Uyoshuwa 21:22-29 Ibhayibhile (XHO96)

22. iKibhezayim, kunye neBhete-horon, kunye namadlelo azo.

23. Kummandla wakwaDan abelwe izixeko ezine: iElteke, iGibheton,

24. iAyalon, kunye neGati-rimon, namadlelo azo.

25. Kummandla wesiqingatha sikaManase esingasentshonalanga abelwa izixeko ezibini: iTanaki, neGati-rimon, kunye namadlelo azo.

26. Indlu yakwaKohati yabelwa ishumi lezixeko zizonke kunye namadlelo azo.

27. Abanye abaLevi bendlu kaGershon babelwa izixeko zazibini kummandla wesiqingatha sikaManase esingasempuma: yaba yiGolan eBhashan (esinye sezixeko sokuphephela) kunye neBheshtera namadlelo azo.

28. Kummandla wakwaIsakare babelwa izixeko ezine: iKishiyon, iDabherati,

29. iYamuti, ne-En-ganim kunye namadlelo azo.

Uyoshuwa 21