Uyoshuwa 20:4 Ibhayibhile (XHO96)

Umntu oye kuzimela kwezo zixeko kufuneka anike inkcazelo ngesenzo sakhe enkundleni kumadoda amakhulu esangweni leso sixeko. Ngawo aya kumamkela amnike indawo yokuhlala phakathi kwawo.

Uyoshuwa 20

Uyoshuwa 20:1-9